-
Estere 4:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 “Zonke izicaka zikakumkani nabantu abakumaphondo kakumkani* bayazi ukuba, ukuba nayiphi na indoda okanye umfazi uye wangena kwibala elingaphakathi+ likakumkani engabizwanga, mnye kuphela umthetho osebenzayo: Umele abulawe; uya kusinda kuphela ukuba ukumkani umolulele intonga yobukhosi yegolide.+ Mna ndineentsuku eziyi-30 ngoku ndingabizwa ngukumkani.”
-