Estere 5:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Wathi ukumkani akumbona uKumkanikazi uEstere emi ebaleni elingaphakathi, wavuya, kangangokuba wolulela intonga yasebukhosini yegolide+ awayeyiphethe ngakuEstere. UEstere ke wasondela waza wachukumisa umphezulu wale ntonga. Estere ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:2 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 135 IMboniselo,1/1/2012, iphe. 24
2 Wathi ukumkani akumbona uKumkanikazi uEstere emi ebaleni elingaphakathi, wavuya, kangangokuba wolulela intonga yasebukhosini yegolide+ awayeyiphethe ngakuEstere. UEstere ke wasondela waza wachukumisa umphezulu wale ntonga.