Estere 5:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngaloo mini uHaman waphuma evuya nentliziyo ichwayitile. Kodwa xa uHaman wabona uMordekayi+ egeyithini kakumkani, waqaphela nokuba akakhange aphakame, engakhange angcangcazele xa embona, waba nomsindo. Estere ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:9 Xelisa Ukholo Lwabo, iphe. 138-139 IMboniselo,1/1/2012, iphe. 25
9 Ngaloo mini uHaman waphuma evuya nentliziyo ichwayitile. Kodwa xa uHaman wabona uMordekayi+ egeyithini kakumkani, waqaphela nokuba akakhange aphakame, engakhange angcangcazele xa embona, waba nomsindo.