-
Estere 5:14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
14 Ngoko uZereshe umfazi wakhe nabo bonke abahlobo bakhe bathi kuye: “Yithi makumiswe isibonda esiziikubhite eziyi-50* ukuphakama. Uze ke kusasa uxelele ukumkani ukuba uMordekayi ufanele axhonywe kuso.+ Emva koko uyokonwabela isidlo nokumkani.” UHaman walithanda eli cebo, waza wathi makumiswe isibonda.
-