Estere 6:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngobo busuku ukumkani waphuthelwa. Ngoko wathi makuziswe incwadi yembali yaloo maxesha,+ wayifundelwa.
6 Ngobo busuku ukumkani waphuthelwa. Ngoko wathi makuziswe incwadi yembali yaloo maxesha,+ wayifundelwa.