Estere 6:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Kuloo ncwadi kwakubhalwe into eyayichazwe nguMordekayi ngoBhigetana noTereshe, amagosa amabini awayengoonogada basemnyango kwindlu kakumkani, awayenze iyelenqe lokubulala* uKumkani uAhaswerosi.+
2 Kuloo ncwadi kwakubhalwe into eyayichazwe nguMordekayi ngoBhigetana noTereshe, amagosa amabini awayengoonogada basemnyango kwindlu kakumkani, awayenze iyelenqe lokubulala* uKumkani uAhaswerosi.+