Estere 6:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Akungena uHaman, ukumkani wathi kuye: “Ingenzelwa ntoni indoda athanda ukuyiwonga ukumkani?” UHaman wathi entliziyweni yakhe: “Ingangubani ukumkani angathanda ukumwonga ngaphandle kwam?”+
6 Akungena uHaman, ukumkani wathi kuye: “Ingenzelwa ntoni indoda athanda ukuyiwonga ukumkani?” UHaman wathi entliziyweni yakhe: “Ingangubani ukumkani angathanda ukumwonga ngaphandle kwam?”+