-
Estere 7:7IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
7 Ukumkani waphakama enomsindo waphuma kwisidlo waya kumyezo wendlu kakumkani, kodwa uHaman waphakama ukuze acengele ubomi bakhe kuKumkanikazi uEstere, kuba wabona ukuba ukumkani uzimisele ukumohlwaya.
-