-
Estere 7:8IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Ukumkani wabuya emyezweni waya endlini yesidlo. Wabona ukuba uHaman wayeziphose kwisitulo esimfuma-mfuma awayekuso uEstere. Ukumkani wakhwaza wathi: “Tyhini, uHaman uza kude adlwengule nokumkanikazi endlini yam?” Athi akuphuma loo mazwi emlonyeni kakumkani, bogqunywa ubuso bukaHaman.
-