Estere 8:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngaloo mini uKumkani uAhaswerosi wanika uKumkanikazi uEstere indlu kaHaman,+ utshaba lwamaYuda;+ waza uMordekayi weza phambi kokumkani, ngenxa yokuba uEstere wayemxelele ukuba bazalana njani.+
8 Ngaloo mini uKumkani uAhaswerosi wanika uKumkanikazi uEstere indlu kaHaman,+ utshaba lwamaYuda;+ waza uMordekayi weza phambi kokumkani, ngenxa yokuba uEstere wayemxelele ukuba bazalana njani.+