5 Wathi: “Ukuba ukumkani uyathanda yaye uyakholwa ndim, kwaye ukuba le nto intle kukumkani ibe uyandithanda, makubhalwe umyalelo orhoxisa amaxwebhu elaa qhophololo linguHaman+ unyana kaHamedata umAgagi,+ ebewabhalele ukutshabalalisa amaYuda akuwo onke amaphondo kakumkani.