Estere 8:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Nina ningabhala egameni likakumkani loo nto niyibona iwafanele amaYuda, nize niyibeke isitampu ngeringi kakumkani, kuba umyalelo obhalwe egameni likakumkani, waza wabekwa isitampu ngeringi yakhe, awunakurhoxiswa.”+
8 Nina ningabhala egameni likakumkani loo nto niyibona iwafanele amaYuda, nize niyibeke isitampu ngeringi kakumkani, kuba umyalelo obhalwe egameni likakumkani, waza wabekwa isitampu ngeringi yakhe, awunakurhoxiswa.”+