IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 8:17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 Yaye kuwo onke amaphondo* nakuzo zonke izixeko, naphi na apho umyalelo nomthetho kakumkani wawufikelela khona, amaYuda ayevuya yaye enemihlali, esenza amatheko nemibhiyozo. Izizwana ezininzi zelo lizwe zazisithi zingamaYuda nazo,+ kuba zaziwoyika kakhulu amaYuda.

  • Estere
    ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018
    • 8:17

      IMboniselo,

      3/1/2006, iphe. 11

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share