Estere 9:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 AmaYuda aqokelelana ezixekweni zawo kuwo onke amaphondo kaKumkani* uAhaswerosi+ ukuze ahlasele abo babefuna ukuwenzakalisa, kwaye akuzange kubekho ndoda ikwaziyo ukumelana nawo, kuba zonke izizwana zawoyika.+
2 AmaYuda aqokelelana ezixekweni zawo kuwo onke amaphondo kaKumkani* uAhaswerosi+ ukuze ahlasele abo babefuna ukuwenzakalisa, kwaye akuzange kubekho ndoda ikwaziyo ukumelana nawo, kuba zonke izizwana zawoyika.+