Estere 9:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 UEstere wathi: “Ukuba kuhle kukumkani,+ amaYuda aseShushan* mawavunyelwe ukuba nangomso enze ngokomthetho wanamhlanje;+ bona oonyana bakaHaman abalishumi mabaxhonywe esibondeni.”+
13 UEstere wathi: “Ukuba kuhle kukumkani,+ amaYuda aseShushan* mawavunyelwe ukuba nangomso enze ngokomthetho wanamhlanje;+ bona oonyana bakaHaman abalishumi mabaxhonywe esibondeni.”+