-
Yobhi 1:19IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
19 kwasuka kwavuthuza umoya omkhulu osuka ngasentlango, wayiwisa loo ndlu, yawela phezu kwabo, bafa. Kusinde mna ndedwa, ndeza kukuxelela.”
-