Yobhi 2:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Bahlala naye bhaxa phantsi, kwadlula iintsuku ezisixhenxe nobusuku bazo. Babethe cwaka bonke, kuba babona indlela awayengcungcutheka ngayo.+ Yobhi ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:13 IMboniselo,3/15/2006, iphe. 14
13 Bahlala naye bhaxa phantsi, kwadlula iintsuku ezisixhenxe nobusuku bazo. Babethe cwaka bonke, kuba babona indlela awayengcungcutheka ngayo.+