Yobhi 19:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ndiba ngakhwaza ndisithi, ‘Ubundlobongela!’ kodwa ndingahoywa;+Ndiba ngakhalela uncedo, kodwa ndingathethelelwa.+
7 Ndiba ngakhwaza ndisithi, ‘Ubundlobongela!’ kodwa ndingahoywa;+Ndiba ngakhalela uncedo, kodwa ndingathethelelwa.+