Yobhi 36:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Akawasusi amehlo akhe kumalungisa;+Uwenza* ookumkani,+ aze awaphakamise ngonaphakade.