Yobhi 42:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Emva kokuba uYehova egqibile ukuthetha noYobhi, uYehova wathi kuElifazi umTeman: “Wena nabahlobo bakho ababini nindicaphukise kakhulu,+ kuba anithethanga nyani ngam+ njengomkhonzi wam uYobhi.
7 Emva kokuba uYehova egqibile ukuthetha noYobhi, uYehova wathi kuElifazi umTeman: “Wena nabahlobo bakho ababini nindicaphukise kakhulu,+ kuba anithethanga nyani ngam+ njengomkhonzi wam uYobhi.