INdumiso 15:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Akamfuni nabani na oziphethe kakubi,+Kodwa uyabahlonipha abo boyika uYehova. Akajiki kwinto ayithembisileyo,* nokuba iza kumchana loo nto.+ INdumiso ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 15:4 IMboniselo,5/15/2006, iphe. 19
4 Akamfuni nabani na oziphethe kakubi,+Kodwa uyabahlonipha abo boyika uYehova. Akajiki kwinto ayithembisileyo,* nokuba iza kumchana loo nto.+