INdumiso 18:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Emva koko wazifihla ebumnyameni,+Baba likhusi lakhe macala onke,Amanzi amnyama neengqimba zamafu.+
11 Emva koko wazifihla ebumnyameni,+Baba likhusi lakhe macala onke,Amanzi amnyama neengqimba zamafu.+