INdumiso 19:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngubani na onokuzibona iimpazamo zakhe?+ Ndivakalise ndimsulwa kwizono zam endingazaziyo.