INdumiso 77:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Amafu akhupha izantyalantyala zemvula. Kwasibekela kwaza kwaduduma,Neentolo zakho zaya ngapha nangapha.+
17 Amafu akhupha izantyalantyala zemvula. Kwasibekela kwaza kwaduduma,Neentolo zakho zaya ngapha nangapha.+