INdumiso 108:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ndiza kukudumisa phakathi kwezizwana, Yehova;Ndiza kukudumisa ngengoma* phakathi kweentlanga.