IMizekeliso 1:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 “Kuza kude kube nini na nina bangenamava nikuthanda ukungabi namava? Kuza kude kube nini na nina bagculeli nikuthanda ukugculela? Ibe kuza kude kube nini na nina zidenge nilucaphukela ulwazi?+
22 “Kuza kude kube nini na nina bangenamava nikuthanda ukungabi namava? Kuza kude kube nini na nina bagculeli nikuthanda ukugculela? Ibe kuza kude kube nini na nina zidenge nilucaphukela ulwazi?+