IMizekeliso 19:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Umsindo kakumkani unjengokugquma kwengonyama,*+Kodwa ukuthandwa nguye kunjengombethe phezu kotyani.
12 Umsindo kakumkani unjengokugquma kwengonyama,*+Kodwa ukuthandwa nguye kunjengombethe phezu kotyani.