IMizekeliso 21:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Amacebo omntu okhutheleyo aza kumenza aphumelele* ngokuqinisekileyo,+Kodwa bonke abenza ngokungxama, nakanjani na baza kuphelela endlaleni.+
5 Amacebo omntu okhutheleyo aza kumenza aphumelele* ngokuqinisekileyo,+Kodwa bonke abenza ngokungxama, nakanjani na baza kuphelela endlaleni.+