IMizekeliso 28:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Nabani na otsotsa utata wakhe nomama wakhe aze athi, “Ayimbanga loo nto,”+ Ngumhlobo womntu odala umonakalo.+
24 Nabani na otsotsa utata wakhe nomama wakhe aze athi, “Ayimbanga loo nto,”+ Ngumhlobo womntu odala umonakalo.+