INtshumayeli 2:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ndakhangela entliziyweni yam ngokuzonwabisa ngewayini,+ kodwa ndisakhokelwa bubulumko bam, ndada ndazenza nesidenge ukuze nje ndibone ukuba yintoni eyona nto ilungele abantu kwezi ntsuku zimbalwa baziphila phantsi kwamazulu.
3 Ndakhangela entliziyweni yam ngokuzonwabisa ngewayini,+ kodwa ndisakhokelwa bubulumko bam, ndada ndazenza nesidenge ukuze nje ndibone ukuba yintoni eyona nto ilungele abantu kwezi ntsuku zimbalwa baziphila phantsi kwamazulu.