INtshumayeli 2:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Andizange ndizivimbe nantoni na endandiyifuna.*+ Zange ndiyivimbe intliziyo yam naluphi na uhlobo lolonwabo, kuba kwakundivuyisa ukusebenza kwam nzima, yaye le nto yaba ngumvuzo wokusebenza* kwam nzima.+
10 Andizange ndizivimbe nantoni na endandiyifuna.*+ Zange ndiyivimbe intliziyo yam naluphi na uhlobo lolonwabo, kuba kwakundivuyisa ukusebenza kwam nzima, yaye le nto yaba ngumvuzo wokusebenza* kwam nzima.+