INtshumayeli 2:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Emva koko ndathi entliziyweni yam: “Into eyehlela isidenge iza kundehlela nam.”+ Yintoni ke endiyifumeneyo ngokuba sisilumko ngokugqithiseleyo? Ngoko ndathi entliziyweni yam: “Nale into ililize.”
15 Emva koko ndathi entliziyweni yam: “Into eyehlela isidenge iza kundehlela nam.”+ Yintoni ke endiyifumeneyo ngokuba sisilumko ngokugqithiseleyo? Ngoko ndathi entliziyweni yam: “Nale into ililize.”