INtshumayeli 2:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kuba akukho mntu uhlala ekhunjulwa, nokuba usisilumko okanye usisidenge.+ Wonke umntu uza kulityalwa kwimihla ezayo. Khona, siza kufa njani isilumko? Siza kufa njengesidenge.+
16 Kuba akukho mntu uhlala ekhunjulwa, nokuba usisilumko okanye usisidenge.+ Wonke umntu uza kulityalwa kwimihla ezayo. Khona, siza kufa njani isilumko? Siza kufa njengesidenge.+