INtshumayeli 2:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ibe ngubani owaziyo ukuba loo mntu uza kuba sisilumko okanye isidenge?+ Kodwa uza kufumana izinto endizisebenzele nzima phantsi kwelanga. Naleyo ikwalilize.
19 Ibe ngubani owaziyo ukuba loo mntu uza kuba sisilumko okanye isidenge?+ Kodwa uza kufumana izinto endizisebenzele nzima phantsi kwelanga. Naleyo ikwalilize.