INtshumayeli 2:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kuba umntu usebenza nzima, esenza izinto ngobulumko, ngokwazi nangobuchule, kodwa kufuneke zonke azinike* umntu ongazisebenzelanga.+ Naleyo into ililize nolona sizi lungathethekiyo.* INtshumayeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:21 IMboniselo,9/1/2004, iphe. 27
21 Kuba umntu usebenza nzima, esenza izinto ngobulumko, ngokwazi nangobuchule, kodwa kufuneke zonke azinike* umntu ongazisebenzelanga.+ Naleyo into ililize nolona sizi lungathethekiyo.*