INtshumayeli 2:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 UThixo umnika ubulumko, ulwazi nolonwabo umntu owenza izinto azithandayo,+ kodwa umoni umnika umsebenzi wokuqokelela, ukuze anike umntu owenza izinto ezithandwa nguThixo wokwenene.+ Kwanale into, ililize nokuleqana nomoya.
26 UThixo umnika ubulumko, ulwazi nolonwabo umntu owenza izinto azithandayo,+ kodwa umoni umnika umsebenzi wokuqokelela, ukuze anike umntu owenza izinto ezithandwa nguThixo wokwenene.+ Kwanale into, ililize nokuleqana nomoya.