INtshumayeli 5:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Sukukhawuleza uthethe, ungayivumeli nentliziyo yakho ukuba ikhawuleze ithethe phambi koThixo wokwenene,+ kuba uThixo wokwenene usemazulwini kodwa wena usemhlabeni. Yiloo nto kufuneka amazwi akho abe mbalwa.+ INtshumayeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 5:2 IMboniselo,11/1/2006, iphe. 14
2 Sukukhawuleza uthethe, ungayivumeli nentliziyo yakho ukuba ikhawuleze ithethe phambi koThixo wokwenene,+ kuba uThixo wokwenene usemazulwini kodwa wena usemhlabeni. Yiloo nto kufuneka amazwi akho abe mbalwa.+