INtshumayeli 5:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kanye njengokuba umntu waphuma ehamba ze esiswini sikamama wakhe, uza kumka enjalo.+ Akanakuhamba nayo nenye kwizinto azisebenzele nzima.+
15 Kanye njengokuba umntu waphuma ehamba ze esiswini sikamama wakhe, uza kumka enjalo.+ Akanakuhamba nayo nenye kwizinto azisebenzele nzima.+