INtshumayeli 6:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngubani oyaziyo eyona nto ibhetele anokuyenza umntu ebomini ngezi ntsuku zimbalwa zobomi bakhe obulilize, ezithi shwaka njengesithunzi?+ Kuba ngubani onokumxelela umntu oko kuza kwenzeka phantsi kwelanga emva kokumka kwakhe?
12 Ngubani oyaziyo eyona nto ibhetele anokuyenza umntu ebomini ngezi ntsuku zimbalwa zobomi bakhe obulilize, ezithi shwaka njengesithunzi?+ Kuba ngubani onokumxelela umntu oko kuza kwenzeka phantsi kwelanga emva kokumka kwakhe?