INtshumayeli 7:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Kubhetele ukuya endlini yokuzila kunokuya endlini yetheko,+ kuba sisiphelo sabo bonke abantu eso, yaye abaphilayo bamele bayikhumbule loo nto. INtshumayeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:2 Vukani!,4/8/2003, iphe. 31 IMboniselo,6/1/2002, iphe. 4
2 Kubhetele ukuya endlini yokuzila kunokuya endlini yetheko,+ kuba sisiphelo sabo bonke abantu eso, yaye abaphilayo bamele bayikhumbule loo nto.