INtshumayeli 7:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 kodwa into ebendisoloko ndiyikhangela, andiyifumananga. Ndifumene indoda* yanye kwabaliwaka, kodwa andimfumananga umfazi phakathi kwabo bonke. INtshumayeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 7:28 IMboniselo,1/15/2015, iphe. 28-29 1/15/2007, iphe. 31
28 kodwa into ebendisoloko ndiyikhangela, andiyifumananga. Ndifumene indoda* yanye kwabaliwaka, kodwa andimfumananga umfazi phakathi kwabo bonke.