INtshumayeli 8:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Yonke le nto ndiyibonile, ndaza ndanikela intliziyo yam kwinto yonke eyenziwa phantsi kwelanga; ngalo lonke ixesha umntu elawulwa ngomnye, uyenzakala.*+ INtshumayeli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:9 Vukani!,No. 3 2017 iphe. 6 IMboniselo,1/1/2002, iphe. 5
9 Yonke le nto ndiyibonile, ndaza ndanikela intliziyo yam kwinto yonke eyenziwa phantsi kwelanga; ngalo lonke ixesha umntu elawulwa ngomnye, uyenzakala.*+