-
INtshumayeli 8:17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
17 Ndaza ndacingisisa ngawo wonke umsebenzi kaThixo wokwenene, ndabona ukuba abantu abanakuze baziqonde kakuhle izinto ezenzeka phantsi kwelanga.+ Kungakhathaliseki ukuba bazama kangakanani na, abakwazi kuziqonda. Nokuba bangathi bazizilumko ngokwaneleyo ukuba baziqonde, abanakukwazi ukuziqonda kakuhle.+
-