INtshumayeli 9:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Nantsi eyona nto ibuhlungu yenzekayo phantsi kwelanga: Ngenxa yokuba bonke abantu benesiphelo esifanayo,+ iintliziyo zabo zigcwele bububi; yaye kukho impambano ezintliziyweni zabo ngoxa besaphila, baze emva koko bafe!
3 Nantsi eyona nto ibuhlungu yenzekayo phantsi kwelanga: Ngenxa yokuba bonke abantu benesiphelo esifanayo,+ iintliziyo zabo zigcwele bububi; yaye kukho impambano ezintliziyweni zabo ngoxa besaphila, baze emva koko bafe!