INtshumayeli 10:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kodwa isidenge sithetha singayeki.+ Umntu akazi ukuba kuza kwenzeka ntoni; ngubani onokumxelela into eza kwenzeka xa engasekho?+
14 Kodwa isidenge sithetha singayeki.+ Umntu akazi ukuba kuza kwenzeka ntoni; ngubani onokumxelela into eza kwenzeka xa engasekho?+