INgoma yazo iiNgoma 5:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ndasivulela isithandwa sam,Kodwa sasijikile semka. Ndashiyeka ndikhathazekile, Ndasikhangela, andasifumana.+ Ndasikhwaza, asandiphendula.
6 Ndasivulela isithandwa sam,Kodwa sasijikile semka. Ndashiyeka ndikhathazekile, Ndasikhangela, andasifumana.+ Ndasikhwaza, asandiphendula.