INgoma yazo iiNgoma 7:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Iziqhamo zemithuma+ zikhupha ivumba lazo elimnandi;Ezigeyithini zethu kukho zonke iintlobo zezona ziqhamo zimnandi.+ Sithandwa sam, ndikubekele iziqhamo ezisanda kukhiwa nezigciniweyo.
13 Iziqhamo zemithuma+ zikhupha ivumba lazo elimnandi;Ezigeyithini zethu kukho zonke iintlobo zezona ziqhamo zimnandi.+ Sithandwa sam, ndikubekele iziqhamo ezisanda kukhiwa nezigciniweyo.