Isaya 1:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 1 Lo ngumbono kaIsaya*+ unyana ka-Amotsi ngoYuda neYerusalem ngemihla kaUziya,+ uYotham,+ uAhazi+ kunye noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda:+ Isaya ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 1:1 IMboniselo,3/1/2001, iphe. 12-13 Isiprofeto SikaIsaya I, iphe. 7-8
1 Lo ngumbono kaIsaya*+ unyana ka-Amotsi ngoYuda neYerusalem ngemihla kaUziya,+ uYotham,+ uAhazi+ kunye noHezekiya,+ ookumkani bakwaYuda:+