4 Uza kuzigweba iintlanga,
Alungelelanise imicimbi phakathi kwezizwana ezininzi.
Ziza kuwakhanda amakrele azo abe ngamakhuba
Nemikhonto yazo ibe zizinto zokuthena imithi.+
Uhlanga aluzukuphakamisela uhlanga ikrele,
Zingaphindi zifunde ukulwa imfazwe.+