-
Isaya 2:17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
17 Ikratshi lomntu liza kwehliswa,
Ukukhukhumala komntu kuza kuthotywa.
NguYehova yedwa oza kuphakanyiswa ngaloo mini.
-